Estere 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wandula ke uEstere wathi: “Indoda elutshaba,+ ngulo Haman mbi.” Ke yena uHaman, wankwantya+ ngenxa kakumkani nokumkanikazi. Estere 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba uHaman+ unyana kaHamedata,+ umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba+ kuwo onke amaYuda, waceba nxamnye namaYuda ukuba awatshabalalise,+ wenza iPuri,+ oko kukuthi, iQashiso+ ukuze awadubadube aze awatshabalalise.
6 Wandula ke uEstere wathi: “Indoda elutshaba,+ ngulo Haman mbi.” Ke yena uHaman, wankwantya+ ngenxa kakumkani nokumkanikazi.
24 Kuba uHaman+ unyana kaHamedata,+ umAgagi,+ lowo wayebonakalisa ubutshaba+ kuwo onke amaYuda, waceba nxamnye namaYuda ukuba awatshabalalise,+ wenza iPuri,+ oko kukuthi, iQashiso+ ukuze awadubadube aze awatshabalalise.