IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 30:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngako oko iimbaleki+ ezazineencwadi ezivela esandleni sikakumkani neenkosana+ zaya kulo lonke elakwaSirayeli nelakwaYuda, ngokomyalelo kakumkani, esithi: “Bonyana bakwaSirayeli, buyelani+ kuYehova uTHIXO+ ka-Abraham, kaIsake nokaSirayeli, ukuze babuye abasindileyo+ abasele kuni entendeni yookumkani baseAsiriya.+

  • Estere 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Bona abathwali besigidimi,+ bekhwele kumahashe okuthwala izigidimi awayesetyenziselwa inkonzo yasebukhosini, baphuma bekhawulezile+ ngokuqhutywa lilizwi likakumkani; yaye umthetho ngokwawo wawiswa kwinqaba iShushan.+

  • Yeremiya 51:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 “Enye imbaleki iyabaleka ihlangabeza enye imbaleki, nomnye oza nengxelo uhlangabeza omnye oza nengxelo,+ ukuza kuxela kukumkani waseBhabhiloni ukuba isixeko sakhe sithinjiwe kwiziphelo zonke,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share