Isaya 47:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaye umele ufikelwe yintlekele; akuyi kulazi ikhubalo lokumelana nayo. Uya kuwelwa yinkxwaleko;+ akuyi kukwazi ukuyinqanda. Yaye uya kufikelwa ngequbuliso+ kukonakaliswa ongakwaziyo. Yeremiya 50:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ndikubekele umgibe waza nawe wabanjiswa, Bhabhiloni, yaye akukwazanga oko.+ Wafunyanwa waza wabanjwa, kuba uye wavuseleleka nxamnye noYehova.+ Yeremiya 50:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 “Ukumkani waseBhabhiloni uyivile ingxelo engabo,+ yaye izandla zakhe ziwile.+ Kukho ukubandezeleka! Ubanjwe ziintlungu eziqatha, kanye njengomfazi ozalayo.+
11 Kwaye umele ufikelwe yintlekele; akuyi kulazi ikhubalo lokumelana nayo. Uya kuwelwa yinkxwaleko;+ akuyi kukwazi ukuyinqanda. Yaye uya kufikelwa ngequbuliso+ kukonakaliswa ongakwaziyo.
24 Ndikubekele umgibe waza nawe wabanjiswa, Bhabhiloni, yaye akukwazanga oko.+ Wafunyanwa waza wabanjwa, kuba uye wavuseleleka nxamnye noYehova.+
43 “Ukumkani waseBhabhiloni uyivile ingxelo engabo,+ yaye izandla zakhe ziwile.+ Kukho ukubandezeleka! Ubanjwe ziintlungu eziqatha, kanye njengomfazi ozalayo.+