Hezekile 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Wena ke, nyana womntu, ncwina ungcangcazelise isinqe.+ Nangobukrakra ufanele uncwine phambi kwamehlo abo.+ Mika 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenxa yoku ndiza kwenza isijwili, ndibhomboloze;+ ndiza kuhamba ndinganxibanga+ nto ezinyaweni kwaye ndize. Ndiya kwenza isijwili njengoodyakalashe, ndizile njengeemazi zeenciniba.
6 “Wena ke, nyana womntu, ncwina ungcangcazelise isinqe.+ Nangobukrakra ufanele uncwine phambi kwamehlo abo.+
8 Ngenxa yoku ndiza kwenza isijwili, ndibhomboloze;+ ndiza kuhamba ndinganxibanga+ nto ezinyaweni kwaye ndize. Ndiya kwenza isijwili njengoodyakalashe, ndizile njengeemazi zeenciniba.