INdumiso 69:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Mawabe mnyama amehlo abo ukuze bangaboni;+Isinqe sabo sibangele sigexe rhoqo.+ Hezekile 29:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa bakubamba ngesandla, wasuka watyumka,+ waza wakrazula igxalaba labo liphela. Bakuzixhasa ngawe, usuke waphuka,+ wabangela zagexa zonke izinqe zabo.”+
7 Xa bakubamba ngesandla, wasuka watyumka,+ waza wakrazula igxalaba labo liphela. Bakuzixhasa ngawe, usuke waphuka,+ wabangela zagexa zonke izinqe zabo.”+