IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Yaye ukumkani wamthanda uEstere ngaphezu kwawo onke amanye amabhinqa, kangangokuba wakholeka ngakumbi wafumana nobubele bothando obungakumbi kuye ngaphezu kwazo zonke ezinye iintombi ezinyulu.+ Yaye wabeka isigqubuthelo sentloko sasebukhosini entlokweni yakhe waza wamenza ukumkanikazi+ esikhundleni sikaVashti.

  • Estere 8:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ke yena uMordekayi, wemka phambi kukakumkani ekwisivatho sasebukhosini+ esiluhlaza neselinen, nesithsaba esikhulu segolide, nengubo yokwaleka yelaphu elicikizekileyo,+ neyoboya obudaywe bamfusa bubomvu.+ Yaye isixeko saseShushan sadanduluka kabukhali kwaye sasinovuyo.+

  • Mateyu 11:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Naphuma, ngoko, nisiya kubona ntoni na? Umntu owambethe izambatho ezimfumamfuma? Kaloku, abo banxiba izambatho ezimfumamfuma bakwizindlu zookumkani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share