Estere 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye bonke abakhonzi bakakumkani ababesesangweni likakumkani+ babethoba bequbuda kuHaman, kuba ukumkani wayeyalele ngolo hlobo ngaye. Kodwa uMordekayi, wayengathobi engaqubudi kuye.+ Estere 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kamva ukumkani wathi: “Ngubani na osentendelezweni?” Ke kaloku uHaman wayeze entendelezweni+ yendlu kakumkani ukuze athi kukumkani makaxhome uMordekayi esibondeni+ awayesilungiselele yena.
2 Kwaye bonke abakhonzi bakakumkani ababesesangweni likakumkani+ babethoba bequbuda kuHaman, kuba ukumkani wayeyalele ngolo hlobo ngaye. Kodwa uMordekayi, wayengathobi engaqubudi kuye.+
4 Kamva ukumkani wathi: “Ngubani na osentendelezweni?” Ke kaloku uHaman wayeze entendelezweni+ yendlu kakumkani ukuze athi kukumkani makaxhome uMordekayi esibondeni+ awayesilungiselele yena.