IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwaye bonke abakhonzi bakakumkani ababesesangweni likakumkani+ babethoba bequbuda kuHaman, kuba ukumkani wayeyalele ngolo hlobo ngaye. Kodwa uMordekayi, wayengathobi engaqubudi kuye.+

  • Estere 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 yaye uHaman wavakalisa kubo uzuko lobutyebi bakhe+ nobuninzi boonyana bakhe+ nayo yonk’ into ukumkani awayemenze mkhulu ngayo nendlela awayemphakamise ngayo ngaphezu kweenkosana nabakhonzi bakakumkani.+

  • IMizekeliso 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ikratshi liphambi kokuwa,+ yaye umoya wekratshi uphambi kokukhubeka.+

  • IMizekeliso 18:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Phambi kokuwa intliziyo yomntu iphakamile,+ yaye phambi kozuko kukho intobeko.+

  • IMizekeliso 30:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kukho isizukulwana esimehlo aso aphakamileyo! yaye amehlo aso aqaqambileyo aphakanyisiwe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share