IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Waba ngumnyamekeli+ kaHadasa, oko kukuthi, uEstere, intombi kayisekazi,+ kuba wayengenayise engenanina; yaye eli bhinqa liselula lalimile kakuhle, lilihle nangembonakalo,+ kwathi ke ekufeni kukayise nonina uMordekayi walithabatha laba yintombi yakhe.

  • Estere 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Wamnika umbhalo+ okhutshelweyo womthetho owawuwiswe eShushan+ ukuba mababhujiswe ukuba awubonise uEstere nokuba amxelele aze ambekele umyalelo+ ukuba aye kukumkani acele ubabalo kuye+ abacelele ngokungqalileyo phambi kwakhe abantu bakowabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share