1 Kronike 12:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yaye koonyana bakaIsakare+ ababenolwazi lokuqonda amaxesha+ ukuze kwaziwe oko uSirayeli wayemele akwenze,+ zazingamakhulu amabini iintloko zabo, yaye zazibayalela bonke abazalwana bazo. Mateyu 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 yaye kusasa nithi, ‘Iza kuba yimozulu yobusika, enemvula namhlanje, kuba isibhakabhaka sibomvu okomlilo, kodwa lisibekele.’ Niyakwazi ukutolika imbonakalo yesibhakabhaka, kodwa imiqondiso yamaxesha aninako ukuyitolika.]]+
32 Yaye koonyana bakaIsakare+ ababenolwazi lokuqonda amaxesha+ ukuze kwaziwe oko uSirayeli wayemele akwenze,+ zazingamakhulu amabini iintloko zabo, yaye zazibayalela bonke abazalwana bazo.
3 yaye kusasa nithi, ‘Iza kuba yimozulu yobusika, enemvula namhlanje, kuba isibhakabhaka sibomvu okomlilo, kodwa lisibekele.’ Niyakwazi ukutolika imbonakalo yesibhakabhaka, kodwa imiqondiso yamaxesha aninako ukuyitolika.]]+