Estere 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukumkani wathi kubantu abazizilumko+ nababenolwazi ngamaxesha+ (kuba ubusenziwa njalo umbandela kakumkani phambi kwabo bonke abo babewazi umthetho namatyala, Luka 12:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Bahanahanisindini, niyakwazi ukuhlolisisa imbonakalo yangaphandle yomhlaba nesibhakabhaka, kutheni na ke ningakwazi ukulihlolisisa eli lona ixesha?+
13 Ukumkani wathi kubantu abazizilumko+ nababenolwazi ngamaxesha+ (kuba ubusenziwa njalo umbandela kakumkani phambi kwabo bonke abo babewazi umthetho namatyala,
56 Bahanahanisindini, niyakwazi ukuhlolisisa imbonakalo yangaphandle yomhlaba nesibhakabhaka, kutheni na ke ningakwazi ukulihlolisisa eli lona ixesha?+