Hoseya 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye waqhubeka esukuzana nengelosi woyisa.+ Walila, ukuze azicelele ubabalo.”+ EBheteli wamfumana,+ yaye kulapho waqalisa ukuthetha nathi.+ Luka 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngako oko ndithi kuni, Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna,+ niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza, niya kuvulelwa.
4 Yaye waqhubeka esukuzana nengelosi woyisa.+ Walila, ukuze azicelele ubabalo.”+ EBheteli wamfumana,+ yaye kulapho waqalisa ukuthetha nathi.+
9 Ngako oko ndithi kuni, Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna,+ niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza, niya kuvulelwa.