Estere 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 AmaYuda azihlanganisa+ ezixekweni zawo kuwo onke amaphondo kaKumkani uAhaswerosi+ ukuba ase isandla kwabo babefuna ukuwenzakalisa,+ kwaye akuzange kubekho ndoda ima phambi kwawo, kuba zonke izizwana zafikelwa kukunkwantya+ ngenxa yawo.
2 AmaYuda azihlanganisa+ ezixekweni zawo kuwo onke amaphondo kaKumkani uAhaswerosi+ ukuba ase isandla kwabo babefuna ukuwenzakalisa,+ kwaye akuzange kubekho ndoda ima phambi kwawo, kuba zonke izizwana zafikelwa kukunkwantya+ ngenxa yawo.