Estere 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ke kaloku kwathi ngemihla ka-Ahaswerosi,+ oko kukuthi, uAhaswerosi owayelawula njengokumkani ukusuka eIndiya ukuya eTiyopiya, amaphondo angaphezu kwekhulu elinamashumi amabini anesixhenxe,+ Daniyeli 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwabonakala kulungile kuDariyo ukumisa phezu kobukumkani amabamba alikhulu elinamashumi amabini, awayeza kuba phezu kobukumkani buphela;+
1 Ke kaloku kwathi ngemihla ka-Ahaswerosi,+ oko kukuthi, uAhaswerosi owayelawula njengokumkani ukusuka eIndiya ukuya eTiyopiya, amaphondo angaphezu kwekhulu elinamashumi amabini anesixhenxe,+
6 Kwabonakala kulungile kuDariyo ukumisa phezu kobukumkani amabamba alikhulu elinamashumi amabini, awayeza kuba phezu kobukumkani buphela;+