IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 24:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Amanzi ahlala ethontsiza kwiiemele zakhe zezikhumba,

      Imbewu yakhe ingasemanzini amaninzi.+

      Ukumkani wakhe+ uya kuphakama ngakumbi kunoAgagi,+

      Nobukumkani bakhe buya kuphakanyiswa.+

  • 1 Samuweli 15:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Wabamba noAgagi+ ukumkani ka-Amaleki ephila, yaye bonke abanye abantu wabatshabalalisa ngohlangothi lwekrele.+

  • 1 Samuweli 15:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Emva koko uSamuweli wathi: “Sondezani kum uAgagi ukumkani wakwa-Amaleki.” Ngoko uAgagi waya kuye emathidala, waqala nokuzixelela oku uAgagi: “Eneneni amava abuhlungu okufa agqithile.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share