INdumiso 89:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kulawula wena phezu kokukhukhumala kolwandle;+Ekuwaphakamiseni kwalo amaza alo wena uyawazolisa.+