INdumiso 65:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Uthulisa ingxolo yeelwandle,+Ingxolo yamaza azo nengxokozelo yamaqela eentlanga.+ INdumiso 107:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Uzolisa isaqhwithi somoya,+Ukuze amaza olwandle athi cwaka.+