Duteronomi 29:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 isalfure netyuwa,+ nokutsha,+ ilizwe liphela lingahlwayelwa, lingahlumi nto, lingantshuli tyani, njengokubhuqwa kweSodom neGomora,+ iAdima+ neTsebhoyim,+ awazibhukuqayo uYehova ngomsindo wakhe nangengqumbo yakhe;+ Yeremiya 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo iya kuba njengomthi omi wodwa ethafeni eliyinkqantosi kwaye ayiyi kukubona ukufika koko kulungileyo;+ kodwa imele ihlale ezindaweni ezibharhileyo entlango, kwilizwe letyuwa elingenabemi.+
23 isalfure netyuwa,+ nokutsha,+ ilizwe liphela lingahlwayelwa, lingahlumi nto, lingantshuli tyani, njengokubhuqwa kweSodom neGomora,+ iAdima+ neTsebhoyim,+ awazibhukuqayo uYehova ngomsindo wakhe nangengqumbo yakhe;+
6 Ngokuqinisekileyo iya kuba njengomthi omi wodwa ethafeni eliyinkqantosi kwaye ayiyi kukubona ukufika koko kulungileyo;+ kodwa imele ihlale ezindaweni ezibharhileyo entlango, kwilizwe letyuwa elingenabemi.+