IMizekeliso 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngaba uya kubukrwaqula ngamehlo akho na, ekubeni bungeyonto?+ Kuba bona buzenzela amaphiko njengokhozi buze buphaphazele businge emazulwini.+ Isaya 40:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 kodwa abo bathembela+ kuYehova baya kufumana amandla kwakhona.+ Baya kunyuka ngamaphiko njengeenkozi.+ Baya kubaleka baze bangatyhafi; baya kuhamba bangadinwa.”+
5 Ngaba uya kubukrwaqula ngamehlo akho na, ekubeni bungeyonto?+ Kuba bona buzenzela amaphiko njengokhozi buze buphaphazele businge emazulwini.+
31 kodwa abo bathembela+ kuYehova baya kufumana amandla kwakhona.+ Baya kunyuka ngamaphiko njengeenkozi.+ Baya kubaleka baze bangatyhafi; baya kuhamba bangadinwa.”+