INdumiso 51:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndone kuwe, kuwe wedwa,+Ndenze okubi emehlweni akho,+Ukuze uzingqine ulilungisa xa uthetha,+Ukuze ube msulwa xa ugweba.+ Roma 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nakanye! Kodwa uThixo makafunyaniswe enenyaniso,+ nakuba wonke umntu efunyaniswa elixoki,+ kwananjengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Ukuze ungqinwe ulilungisa emazwini akho yaye uphumelele xa ugwetywa.”+
4 Ndone kuwe, kuwe wedwa,+Ndenze okubi emehlweni akho,+Ukuze uzingqine ulilungisa xa uthetha,+Ukuze ube msulwa xa ugweba.+
4 Nakanye! Kodwa uThixo makafunyaniswe enenyaniso,+ nakuba wonke umntu efunyaniswa elixoki,+ kwananjengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Ukuze ungqinwe ulilungisa emazwini akho yaye uphumelele xa ugwetywa.”+