Levitikus 19:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thetha kwindibano yoonyana bakaSirayeli iphela, uthi kubo, ‘Yibani ngcwele,+ kuba mna Yehova Thixo wenu ndingcwele.+ Hoseya 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Andiyi kukubonakalisa ukuvutha komsindo wam.+ Andiyi kumonakalisa uEfrayim kwakhona,+ kuba ndinguThixo+ andingomntu, Lowo Ungcwele phakathi kwakho;+ yaye andiyi kuvuseleleka. 1 Petros 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kodwa, ngokuvumelana naLowo Ungcwele wanibizayo, yibani ngcwele nani kuyo yonke ihambo yenu,+
2 “Thetha kwindibano yoonyana bakaSirayeli iphela, uthi kubo, ‘Yibani ngcwele,+ kuba mna Yehova Thixo wenu ndingcwele.+
9 Andiyi kukubonakalisa ukuvutha komsindo wam.+ Andiyi kumonakalisa uEfrayim kwakhona,+ kuba ndinguThixo+ andingomntu, Lowo Ungcwele phakathi kwakho;+ yaye andiyi kuvuseleleka.