Duteronomi 28:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova wokumisa njengesizwana esingcwele kuye,+ kanye njengoko wakufungelayo,+ xa uthe wayigcina imiyalelo+ kaYehova uThixo wakho, wahamba ngeendlela zakhe. Isaya 62:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngokuqinisekileyo abantu baya kubabiza ngokuba ngabantu abangcwele,+ abo bahlawulelweyo nguYehova;+ yaye wena uya kubizwa ngokuba ungoFuniweyo, isiXeko Esingashiywanga Ngokupheleleyo.+ Roma 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngenxa yoko ndiyanibongoza ngeemfesane zikaThixo, bazalwana, ukuba niyinikele imizimba yenu+ ibe yimibingelelo+ ephilayo,+ engcwele,+ eyamkelekileyo kuThixo,+ inkonzo ke leyo engcwele+ ngokwamandla enu engqiqo.+ Hebhere 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Phuthumani uxolo nabantu bonke,+ nobungcwalisa+ ekungekho mntu uya kuyibona iNkosi ngaphandle kwabo,+
9 UYehova wokumisa njengesizwana esingcwele kuye,+ kanye njengoko wakufungelayo,+ xa uthe wayigcina imiyalelo+ kaYehova uThixo wakho, wahamba ngeendlela zakhe.
12 Ngokuqinisekileyo abantu baya kubabiza ngokuba ngabantu abangcwele,+ abo bahlawulelweyo nguYehova;+ yaye wena uya kubizwa ngokuba ungoFuniweyo, isiXeko Esingashiywanga Ngokupheleleyo.+
12 Ngenxa yoko ndiyanibongoza ngeemfesane zikaThixo, bazalwana, ukuba niyinikele imizimba yenu+ ibe yimibingelelo+ ephilayo,+ engcwele,+ eyamkelekileyo kuThixo,+ inkonzo ke leyo engcwele+ ngokwamandla enu engqiqo.+
14 Phuthumani uxolo nabantu bonke,+ nobungcwalisa+ ekungekho mntu uya kuyibona iNkosi ngaphandle kwabo,+