IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Zekariya 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Wandibonisa uYoshuwa+ umbingeleli omkhulu emi phambi kwengelosi kaYehova, noSathana+ emi ngasekunene kwakhe ukuze amchase.+

  • Mateyu 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 UMhendi+ weza waza wathi kuye: “Ukuba ungunyana kaThixo,+ yithi kula matye mawabe zizonka.”

  • Luka 22:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 “Simon, Simon, khangela! uSathana+ ubenibanga ukuze anihluze njengengqolowa.+

  • Yohane 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko, ngoxa kwakuqhubeka isidlo sangokuhlwa, sele uMtyholi ekufakile entliziyweni kaYudas Skariyoti,+ unyana kaSimon, ukuba amngcatshe,+

  • ISityhilelo 12:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko yaphoswa phantsi inamba+ enkulu, inyoka+ yantlandlolo, leyo ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ noSathana,+ lowo ulahlekisa umhlaba+ omiweyo uphela; waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share