Amosi 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ‘Kuba, khangela! ndiyayalela, yaye ndiza kuyihlukuhla indlu kaSirayeli phakathi kwazo zonke iintlanga,+ kanye njengokuba ubani ehlukuhla intluzo, ukuze kungabikho ngqalutye iwela emhlabeni. Mateyu 26:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko uYesu wathi kubo: “Nonke niya kukhubeka ngam ngobu busuku, kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kumbetha umalusi, yaye izimvu zomhlambi ziya kuchithachithwa.’+ Marko 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwaye uYesu wathi kubo: “Niya kukhubeka nonke, ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kubetha umalusi,+ yaye izimvu ziya kuchithachithwa.’+
9 ‘Kuba, khangela! ndiyayalela, yaye ndiza kuyihlukuhla indlu kaSirayeli phakathi kwazo zonke iintlanga,+ kanye njengokuba ubani ehlukuhla intluzo, ukuze kungabikho ngqalutye iwela emhlabeni.
31 Ngoko uYesu wathi kubo: “Nonke niya kukhubeka ngam ngobu busuku, kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kumbetha umalusi, yaye izimvu zomhlambi ziya kuchithachithwa.’+
27 Kwaye uYesu wathi kubo: “Niya kukhubeka nonke, ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kubetha umalusi,+ yaye izimvu ziya kuchithachithwa.’+