Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ INdumiso 143:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Musa ukumsa ematyaleni umkhonzi wakho;+Kuba phambi kwakho akukho bani uphilayo unokuba lilungisa.+ Roma 3:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba bonke bonile+ baza basilela kuzuko lukaThixo,+
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+