INtshumayeli 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Konke kubehlela ngokufanayo bonke.+ Sinye isiphelo+ kwilungisa+ nakongendawo,+ kolungileyo nakohlambulukileyo nakongahlambulukanga, kobingelelayo nakongabingeleliyo. Olungileyo uyafana nomoni;+ ofungayo uyafana nosoyikayo isifungo esinzulu.+
2 Konke kubehlela ngokufanayo bonke.+ Sinye isiphelo+ kwilungisa+ nakongendawo,+ kolungileyo nakohlambulukileyo nakongahlambulukanga, kobingelelayo nakongabingeleliyo. Olungileyo uyafana nomoni;+ ofungayo uyafana nosoyikayo isifungo esinzulu.+