INdumiso 25:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yibone inkxwaleko yam nenkathazo yam,+Uze uzixolele zonke izono zam.+ INdumiso 119:153 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 153 Khawubone inkxwaleko yam, undihlangule;+Kuba andiwulibalanga umthetho wakho.+