Yobhi 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngokuqinisekileyo ilifu liyaphela lize limke;Ngoko ke lowo uhlela eShiyol akayi kunyuka aphume.+ INdumiso 115:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Abafileyo abamdumisi uYa,+Bengenjinjalo nabo behlayo baye kwelokuthula.+ Isaya 38:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndithe: “Andiyi kumbona uYa, yena kanye uYa, kwilizwe labaphilayo.+Andisayi kuba sakhangela eluntwini—kunye nabemi belizwe labangasekhoyo.
11 Ndithe: “Andiyi kumbona uYa, yena kanye uYa, kwilizwe labaphilayo.+Andisayi kuba sakhangela eluntwini—kunye nabemi belizwe labangasekhoyo.