INdumiso 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba ekufeni akukhankanywa;+EShiyol ngubani na oya kukubonga?+ INtshumayeli 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+
5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+