1 Samuweli 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Noko ke, unyana omnye ka-Ahimeleki unyana ka-Ahitubhi, ogama linguAbhiyatare,+ wasinda waza wabaleka wemka walandela uDavide.
20 Noko ke, unyana omnye ka-Ahimeleki unyana ka-Ahitubhi, ogama linguAbhiyatare,+ wasinda waza wabaleka wemka walandela uDavide.