Daniyeli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Wena ke, qhubeka kude kube sekupheleni;+ uya kuphumla,+ kodwa uya kubuya uvuke, wamkele isabelo selifa lakho ekupheleni kwemihla.”+ Yohane 5:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Musani ukumangaliswa koku, kuba liyeza ilixa ekuya kuthi ngalo bonke abo bakumangcwaba enkumbulo+ balive ilizwi lakhe Yohane 11:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Waza akuba ezitshilo ezi zinto, wadanduluka ngelizwi elikhulu esithi: “Lazaro, phuma!”+
13 “Wena ke, qhubeka kude kube sekupheleni;+ uya kuphumla,+ kodwa uya kubuya uvuke, wamkele isabelo selifa lakho ekupheleni kwemihla.”+
28 Musani ukumangaliswa koku, kuba liyeza ilixa ekuya kuthi ngalo bonke abo bakumangcwaba enkumbulo+ balive ilizwi lakhe