INdumiso 45:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Esikhundleni sookhokho bakho+ iya kuba ngoonyana bakho,+Oya kubamisela njengeenkosana emhlabeni wonke.+ Yohane 11:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 UMarta wathi kuye: “Ndiyazi ukuba uza kuvuka eluvukweni+ ngomhla wokugqibela.” IZenzo 17:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.” IZenzo 24:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 yaye ndinethemba+ kuThixo, themba elo abanalo naba bantu ngokwabo, lokuba kuza kubakho uvuko+ lwamalungisa+ nabangengomalungisa.+ ISityhilelo 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye ndababona nabafileyo, abakhulu nabancinane,+ bemi phambi kwetrone, nemisongo yayivuliwe. Kodwa kwavulwa omnye umsongo; umsongo wobomi.+ Baza abafileyo bagwetywa ngokwezinto ezibhalwe kuloo misongo ngokwezenzo zabo.+
16 Esikhundleni sookhokho bakho+ iya kuba ngoonyana bakho,+Oya kubamisela njengeenkosana emhlabeni wonke.+
31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.”
15 yaye ndinethemba+ kuThixo, themba elo abanalo naba bantu ngokwabo, lokuba kuza kubakho uvuko+ lwamalungisa+ nabangengomalungisa.+
12 Kwaye ndababona nabafileyo, abakhulu nabancinane,+ bemi phambi kwetrone, nemisongo yayivuliwe. Kodwa kwavulwa omnye umsongo; umsongo wobomi.+ Baza abafileyo bagwetywa ngokwezinto ezibhalwe kuloo misongo ngokwezenzo zabo.+