INdumiso 139:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ukuhamba kwam nokulala kwam ndinabile ukulinganisile,+Kwaye uye waqhelana nazo zonke iindlela zam.+ Yeremiya 32:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+
3 Ukuhamba kwam nokulala kwam ndinabile ukulinganisile,+Kwaye uye waqhelana nazo zonke iindlela zam.+
19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+