1 Samuweli 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye ngexesha lokufa kwakhe, abafazi ababemi ngakuye bathetha bathi: “Musa ukoyika, ngenxa yokuba uzele unyana.”+ Akazange aphendule engazange ayibekele nantliziyo loo nto. INdumiso 39:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo umntu uhambahamba njengesithunzi.+Ngokuqinisekileyo baxokozela ngelize.+Umntu ufumba izinto engazi ukuba ngubani na oya kuzihlanganisa.+ INtshumayeli 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uthando lwabo, intiyo yabo nekhwele labo sele latshabalala,+ yaye abasenasabelo konke konke kuyo nantoni na eyenzekayo phantsi kwelanga.+ Isaya 63:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba wena unguBawo;+ nangona esenokuba uAbraham akasazanga noSirayeli akasiqondanga, wena, Yehova, unguBawo. Igama lakho unguMhlawuleli wethu wakudala.+
20 Yaye ngexesha lokufa kwakhe, abafazi ababemi ngakuye bathetha bathi: “Musa ukoyika, ngenxa yokuba uzele unyana.”+ Akazange aphendule engazange ayibekele nantliziyo loo nto.
6 Ngokuqinisekileyo umntu uhambahamba njengesithunzi.+Ngokuqinisekileyo baxokozela ngelize.+Umntu ufumba izinto engazi ukuba ngubani na oya kuzihlanganisa.+
6 Uthando lwabo, intiyo yabo nekhwele labo sele latshabalala,+ yaye abasenasabelo konke konke kuyo nantoni na eyenzekayo phantsi kwelanga.+
16 Kuba wena unguBawo;+ nangona esenokuba uAbraham akasazanga noSirayeli akasiqondanga, wena, Yehova, unguBawo. Igama lakho unguMhlawuleli wethu wakudala.+