Yobhi 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Aqhubeka ehleli naye+ emhlabeni iintsuku ezisixhenxe nobusuku obusixhenxe, yaye kwakungekho namnye uthetha ilizwi kuye, kuba abona ukuba intlungu+ yayinkulu kakhulu.
13 Aqhubeka ehleli naye+ emhlabeni iintsuku ezisixhenxe nobusuku obusixhenxe, yaye kwakungekho namnye uthetha ilizwi kuye, kuba abona ukuba intlungu+ yayinkulu kakhulu.