Yobhi 31:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Owu akwaba bendinothile wokundiphulaphula,+Ukuze ngokuvumelana nomqondiso wam uSomandla andiphendule!+Okanye ukuba umntu omangalelene nam ebebhale uxwebhu! INtshumayeli 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nayiphi na into ekhoyo, igama layo sele livakalisiwe, yaye kuyaziwa oko umntu akuko;+ yaye akanakukwazi ukuligweba ityala lalowo unamandla ngakumbi kunaye.+ Isaya 45:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yeha ke lowo usukuzene noMyili wakhe,+ njengeceba lengqayi namanye amaceba eengqayi zodongwe! Lungatsho na udongwe+ kumbumbi walo ukuthi: “Wenza ntoni na?” Noko ukufezileyo ukuthi: “Akanazandla”? Roma 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Owu mntundini,+ xa ungubani wena ngokwenene, ukuba ungade uphendulane noThixo?+ Inako kusini na into exonxiweyo ukuthi kulowo uyixonxileyo, “Kutheni undenze ngale ndlela nje?”+
35 Owu akwaba bendinothile wokundiphulaphula,+Ukuze ngokuvumelana nomqondiso wam uSomandla andiphendule!+Okanye ukuba umntu omangalelene nam ebebhale uxwebhu!
10 Nayiphi na into ekhoyo, igama layo sele livakalisiwe, yaye kuyaziwa oko umntu akuko;+ yaye akanakukwazi ukuligweba ityala lalowo unamandla ngakumbi kunaye.+
9 Yeha ke lowo usukuzene noMyili wakhe,+ njengeceba lengqayi namanye amaceba eengqayi zodongwe! Lungatsho na udongwe+ kumbumbi walo ukuthi: “Wenza ntoni na?” Noko ukufezileyo ukuthi: “Akanazandla”?
20 Owu mntundini,+ xa ungubani wena ngokwenene, ukuba ungade uphendulane noThixo?+ Inako kusini na into exonxiweyo ukuthi kulowo uyixonxileyo, “Kutheni undenze ngale ndlela nje?”+