Yobhi 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Enyanisweni ndiyazi ukuba kunjalo.Kodwa umntu ofayo unokuba ngolungileyo njani xa emangalelene noThixo?+ Yobhi 9:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kuba akangomntu+ unjengam endingamphendula,Ukuze sibe ndawonye ukuze sigwetyelwe. Isaya 45:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yeha ke lowo usukuzene noMyili wakhe,+ njengeceba lengqayi namanye amaceba eengqayi zodongwe! Lungatsho na udongwe+ kumbumbi walo ukuthi: “Wenza ntoni na?” Noko ukufezileyo ukuthi: “Akanazandla”? Roma 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Owu mntundini,+ xa ungubani wena ngokwenene, ukuba ungade uphendulane noThixo?+ Inako kusini na into exonxiweyo ukuthi kulowo uyixonxileyo, “Kutheni undenze ngale ndlela nje?”+
2 “Enyanisweni ndiyazi ukuba kunjalo.Kodwa umntu ofayo unokuba ngolungileyo njani xa emangalelene noThixo?+
9 Yeha ke lowo usukuzene noMyili wakhe,+ njengeceba lengqayi namanye amaceba eengqayi zodongwe! Lungatsho na udongwe+ kumbumbi walo ukuthi: “Wenza ntoni na?” Noko ukufezileyo ukuthi: “Akanazandla”?
20 Owu mntundini,+ xa ungubani wena ngokwenene, ukuba ungade uphendulane noThixo?+ Inako kusini na into exonxiweyo ukuthi kulowo uyixonxileyo, “Kutheni undenze ngale ndlela nje?”+