Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ Roma 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Owu mntundini,+ xa ungubani wena ngokwenene, ukuba ungade uphendulane noThixo?+ Inako kusini na into exonxiweyo ukuthi kulowo uyixonxileyo, “Kutheni undenze ngale ndlela nje?”+
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
20 Owu mntundini,+ xa ungubani wena ngokwenene, ukuba ungade uphendulane noThixo?+ Inako kusini na into exonxiweyo ukuthi kulowo uyixonxileyo, “Kutheni undenze ngale ndlela nje?”+