Marko 10:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Kuba kwanoNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe,+ kodwa ukuze alungiselele nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo+ ngenxa yabaninzi.”+ Roma 3:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 yaye kunjengesipho sesisa+ ukuvakaliswa kwabo bengamalungisa ngobubele bakhe obungasifanelanga+ ngako ukukhululwa ngentlawulelo+ ngoKristu Yesu. 1 Korinte 1:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kodwa kungenxa yakhe enithe namanyana noKristu Yesu, lowo kuthi uye waba bubulumko+ obuvela kuThixo, kwanobulungisa+ nobungcwalisa+ nokukhululwa ngentlawulelo;+
45 Kuba kwanoNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe,+ kodwa ukuze alungiselele nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo+ ngenxa yabaninzi.”+
24 yaye kunjengesipho sesisa+ ukuvakaliswa kwabo bengamalungisa ngobubele bakhe obungasifanelanga+ ngako ukukhululwa ngentlawulelo+ ngoKristu Yesu.
30 Kodwa kungenxa yakhe enithe namanyana noKristu Yesu, lowo kuthi uye waba bubulumko+ obuvela kuThixo, kwanobulungisa+ nobungcwalisa+ nokukhululwa ngentlawulelo;+