IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba ukuba ngesigqitho somntu omnye+ ukufa kwalawula njengokumkani,+ kokukhona baya kuthi abo bafumana ububele obungasifanelanga obuninzi+ nesipho sesisa+ sobulungisa balawule njengookumkani+ ebomini ngamntu mnye, uYesu Kristu.+

  • Roma 6:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kuba umvuzo isono esiwuhlawulayo kukufa,+ kodwa isipho+ uThixo asinikayo bubomi obungunaphakade+ ngoKristu Yesu iNkosi yethu.+

  • Efese 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngaye siye sakhululwa ngentlawulelo ngalo igazi+ lakhe, saxolelwa+ izigqitho zethu, ngokobutyebi bobubele bakhe obungasifanelanga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share