IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 65:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Unoyolo lowo umkhethayo uze umbangele asondele,+

      Ukuze ahlale ezintendelezweni zakho.+

      Ngokuqinisekileyo siya kwaneliswa kukulunga kwendlu yakho,+

      Indawo engcwele yetempile yakho.+

  • INdumiso 92:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Hayi indlela emikhulu ngayo imisebenzi yakho, Yehova!+

      Iingcamango zakho zinzulu kakhulu.+

  • INtshumayeli 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yonk’ into uyenze yantle ngexesha layo.+ Kwanexesha elingenammiselo ulibeke ezintliziyweni zabo,+ ukuze uluntu lungaze luwufumane umsebenzi uTHIXO oyinyaniso awenzileyo ukususela ekuqaleni kuse ekupheleni.+

  • Isaya 55:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Kuba njengoko amazulu ephakamile kunomhlaba,+ ngokunjalo neendlela zam ziphakamile kuneendlela zenu,+ neengcamango zam kuneengcamango zenu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share