Genesis 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+ Isaya 42:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Utsho uTHIXO oyinyaniso, uYehova, uMdali wamazulu+ naLowo uZukileyo owanekayo;+ Lowo utwabulula umhlaba+ nemveliso yawo,+ Lowo unika abantu abakuwo+ impefumlo,+ nobanika umoya abo bahamba kuwo,+ ukuthi: IZenzo 17:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 enganyanyekelwa nazizandla zabantu ngokungathi ebeswele nantoni na,+ ngenxa yokuba yena ubanika bonke abantu ubomi+ nempefumlo+ nezinto zonke.
7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+
5 Utsho uTHIXO oyinyaniso, uYehova, uMdali wamazulu+ naLowo uZukileyo owanekayo;+ Lowo utwabulula umhlaba+ nemveliso yawo,+ Lowo unika abantu abakuwo+ impefumlo,+ nobanika umoya abo bahamba kuwo,+ ukuthi:
25 enganyanyekelwa nazizandla zabantu ngokungathi ebeswele nantoni na,+ ngenxa yokuba yena ubanika bonke abantu ubomi+ nempefumlo+ nezinto zonke.