INdumiso 102:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wazibeka kwakudala iziseko zomhlaba,+Namazulu angumsebenzi wezandla zakho.+ Isaya 40:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Phakamiselani amehlo enu phezulu nize nibone. Ngubani na odale ezi zinto?+ NguLowo uzisa umkhosi wazo kanye ngokwenani, uzibiza nangegama xa zizonke.+ Ngenxa yamandla amakhulu,+ kanjalo womelele ngamandla, akukho nanye esalayo.
26 “Phakamiselani amehlo enu phezulu nize nibone. Ngubani na odale ezi zinto?+ NguLowo uzisa umkhosi wazo kanye ngokwenani, uzibiza nangegama xa zizonke.+ Ngenxa yamandla amakhulu,+ kanjalo womelele ngamandla, akukho nanye esalayo.