Genesis 25:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ekuhambeni kwexesha wamzalela uZimran noYokeshan noMedan noMidiyan+ noIshibhaki noShuwaha.+ 1 Kronike 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Oonyana bakaKetura,+ ishweshwe lika-Abraham,+ lazala uZimran noYokeshan noMedan+ noMidiyan+ noIshibhaki+ noShuwaha.+ Bona oonyana bakaYokeshan yayinguShebha noDedan.+
32 Oonyana bakaKetura,+ ishweshwe lika-Abraham,+ lazala uZimran noYokeshan noMedan+ noMidiyan+ noIshibhaki+ noShuwaha.+ Bona oonyana bakaYokeshan yayinguShebha noDedan.+