Genesis 37:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Adlula ke loo madoda amaMidiyan,+ awayengabarhwebi. Ngoko ke bamtsala baza bamnyusa uYosefu emhadini wamanzi,+ bamthengisa uYosefu kumaIshmayeli ngamaqhosha esilivere angamashumi amabini.+ Wona ke amsa uYosefu eYiputa. Eksodus 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UFaro wayiva le nto, waza walinga ukumbulala uMoses;+ kodwa uMoses wabaleka+ wemka kuFaro waya kuhlala ezweni lakwaMidiyan;+ wafika khona wahlala ngasequleni. Numeri 22:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wathi uMowabhi kumadoda amakhulu akwaMidiyan:+ “Ngoku eli bandla liya kusuka likhothe konke nje okusijikelezileyo njengenkomo ikhotha uhlaza lwasendle.” Ke uBhalaki+ unyana kaTsipore wayengukumkani wakwaMowabhi ngelo xesha. Numeri 31:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Baphindezelele+ oonyana bakaSirayeli kumaMidiyan.+ Emva koko wohlanganiselwa ebantwini bakowenu.”+ ABagwebi 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye isandla sikaMidiyan saba namandla phezu koSirayeli.+ Ngenxa kaMidiyan oonyana bakaSirayeli bazenzela iindawo ezingoovimba ngaphantsi komhlaba ezazisezintabeni, nemiqolomba neendawo ekwakunzima ukuzifikelela.+
28 Adlula ke loo madoda amaMidiyan,+ awayengabarhwebi. Ngoko ke bamtsala baza bamnyusa uYosefu emhadini wamanzi,+ bamthengisa uYosefu kumaIshmayeli ngamaqhosha esilivere angamashumi amabini.+ Wona ke amsa uYosefu eYiputa.
15 UFaro wayiva le nto, waza walinga ukumbulala uMoses;+ kodwa uMoses wabaleka+ wemka kuFaro waya kuhlala ezweni lakwaMidiyan;+ wafika khona wahlala ngasequleni.
4 Wathi uMowabhi kumadoda amakhulu akwaMidiyan:+ “Ngoku eli bandla liya kusuka likhothe konke nje okusijikelezileyo njengenkomo ikhotha uhlaza lwasendle.” Ke uBhalaki+ unyana kaTsipore wayengukumkani wakwaMowabhi ngelo xesha.
2 “Baphindezelele+ oonyana bakaSirayeli kumaMidiyan.+ Emva koko wohlanganiselwa ebantwini bakowenu.”+
2 Yaye isandla sikaMidiyan saba namandla phezu koSirayeli.+ Ngenxa kaMidiyan oonyana bakaSirayeli bazenzela iindawo ezingoovimba ngaphantsi komhlaba ezazisezintabeni, nemiqolomba neendawo ekwakunzima ukuzifikelela.+