IMizekeliso 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngokuba ubulumko bulunge ngakumbi kuneekorale,+ nazo zonke ezinye izinto eziyolisayo azinakulinganiswa nabo.+ IMizekeliso 20:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kukho igolide, kukwakho nentabalala yeekorale; kodwa imilebe yokwazi izizitya ezixabisekileyo.+
11 Ngokuba ubulumko bulunge ngakumbi kuneekorale,+ nazo zonke ezinye izinto eziyolisayo azinakulinganiswa nabo.+