IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Buxabiseke ngakumbi kuneekorale,+ nazo zonke ezinye izinto oyoliswa zizo azinakulinganiswa nabo.

  • IMizekeliso 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Thabathani ingqeqesho yam kunesilivere, nokwazi kunegolide.+

  • INtshumayeli 12:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngaphandle kwesibakala sokuba umhlanganisi esisilumko,+ wafundisa abantu ukwazi ngokuqhubekayo,+ yaye waphonononga waza wafuna ngokucokisekileyo,+ ukuze alungelelanise imizekeliso emininzi.+

  • Efese 4:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa mayibe lelilungele ukwakha njengoko kusenokuba yimfuneko, ukuze libanike oko kukholekileyo abevayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share