INdumiso 25:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ukusondelelana noYehova kokwabo bamoyikayo,+Kwanomnqophiso wakhe, ubabangela bawazi.+ IMizekeliso 3:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kuba umntu otenxayo+ uyinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa ukusondelelana naye kokwabo bathe tye.+