Yobhi 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wathabatha ke yena iceba lengqayi ukuze azikrwele ngalo; waza wahlala eluthuthwini.+ Yobhi 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Aqhubeka ehleli naye+ emhlabeni iintsuku ezisixhenxe nobusuku obusixhenxe, yaye kwakungekho namnye uthetha ilizwi kuye, kuba abona ukuba intlungu+ yayinkulu kakhulu. Yobhi 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndakulala ndithi, ‘Ndiya kuvuka nini na?’+Yaye xa okunene ukuhlwa kuhambe umlinganiselo wako, ndiba ndidikiwe kukugushuza de kube sekuzeni kokusa.
13 Aqhubeka ehleli naye+ emhlabeni iintsuku ezisixhenxe nobusuku obusixhenxe, yaye kwakungekho namnye uthetha ilizwi kuye, kuba abona ukuba intlungu+ yayinkulu kakhulu.
4 Ndakulala ndithi, ‘Ndiya kuvuka nini na?’+Yaye xa okunene ukuhlwa kuhambe umlinganiselo wako, ndiba ndidikiwe kukugushuza de kube sekuzeni kokusa.