INtshumayeli 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+ INtshumayeli 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Konke esikufumanayo ukuba sikwenze isandla sakho kwenze ngamandla akho onke,+ kuba akukho msebenzi nakuyila nakwazi+ nakulumka+ eShiyol,+ kwindawo oya kuyo.+
5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+
10 Konke esikufumanayo ukuba sikwenze isandla sakho kwenze ngamandla akho onke,+ kuba akukho msebenzi nakuyila nakwazi+ nakulumka+ eShiyol,+ kwindawo oya kuyo.+